DOWNLOAD Joyous Celebration – Ndicela Ntonye (Interlude) | MP3

DOWNLOAD Joyous Celebration – Ndicela Ntonye (Interlude) | MP3

Download Joyous Celebration Ndicela Ntonye mp3 audio

Eminent gospel music singers Joyous Celebration released a new illustrious track titled “Ndicela Ntonye” along with its video performance.

Download Mp3/Audio Below

Lyrics: Joyous Celebration – Ndicela Ntonye

Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe
Ndicela ntony’ endifuna yona
Mna ndihlale kuwe

 

Hayibo ndicela lent’ inye mna
Ndifuna lentinye mna
Yesu ndihlale kuwe.
(Ndicela ntonye endufunayo mna
Ndihlale kuwe)

READ ALSO:  DOWNLOAD Greatful – Joyous Celebration [MP3, Video]

Ingxaki yam andinaw’ amandla
Yesu mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)
Hayibo amandla awekho bo
Amandla awekho bo mna ndicela kuwe
(Andinawo amandla Yesu mna
Ndicela kuwe)

Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
Hayi Ndicela kuwe
(Ndicela kuwe)
O Ndicela kuwe
O Ndicela kuwe

Andinaw’ amandla
Andinaw’ amandla
Endleleni ndiyoyiswa
Oh hamba nam
Hamba nam
Hamba nam
Ndicela kuwe

READ ALSO:  DOWNLOAD Bethel Music - All Hail King Jesus | MP3, Lyrics

(Chorus)