DOWNLOAD Ncebakazi Msomi - Ukufezwa Kwamadinga | MP3, Lyrics

DOWNLOAD Ncebakazi Msomi – Ukufezwa Kwamadinga | MP3, Lyrics

Download Ncebakazi Msomi Ukufezwa Kwamadinga mp3 audio

Eminent gospel music singer Ncebakazi Msomi released a new illustrious track titled “Ukufezwa Kwamadinga” along with its video performance.

Ncebakazi Msomi is a colossal gospel music soloist whose portfolio wouldn’t be complete without acknowledging the Grace of God to be a blessing as in dropping this renowned and career-changing song, Ukufezwa Kwamadinga.

Download Mp3/Audio Below

Lyrics: Ncebakazi Msomi – Ukufezwa Kwamadinga

Phakamis’ ingcinga zethu
Phakamis’ ingcinga zethu
Moya oyingcwele
Sikhumbul’ izenzo zakho
Sizishumayele
Leya mini wehla ngayo
Mayiphindwe kuthi
Kuze lowo mlilo wakho
Uwe apha kuthi
Yiz’ uxela isaqhwithi
Uzalis’ indawo
Size siv’ amandla akho
Kwanokwenza kwakho
Ukufezwa kwamadinga sikulindile apha

READ ALSO:  DOWNLOAD Planetshakers – In Your Presence | MP3, Lyrics

Yehla moya oyingcwele
Usebenza apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha

READ ALSO:  [Music + Video] Halleluyah On Top – Mary Odiba