Joyous Celebration – Sabela

Joyous Celebration – Sabela

Download Joyous Celebration Sabela mp3 audio

Eminent gospel music singers Joyous Celebration released a new illustrious track titled “Sabela” along with its video performance.

Download Mp3/Audio Below

Watch Video:

Lyrics: Joyous Celebration – Sabela

Yesu lona
Wasus’ amatyala
Wahlamb’ izono zam, wabanguqhirha

Hey iyoh yoh wabanguqhirh’ apha kum
Sabela

Ngithi Yesu lona
Wasusa amatyala
Wahlamba izono zam, wabanguqhirha
Hey iyoh yoh wabanguqhirh’ apha kum
Sabela, sabela yoh yoh yoh

Sabela uyabizwa (sabela uyabizwa)
Kutheni ungamameli? (kutheni ungamameli?)
Yithikithi lena (yithikithi lena)
Yiza ke nawe uzosindisa (ngithi woza nawe, woza nawe)
Woza nawe (woh)
Sabela (sabela)
Sabela

Sabela uyabizwa (sabela uyabizwa)
Kutheni ungamameli? (kutheni ungamameli?)
Yithikithi lena (yithikithi lena)
Ngithi woza nawe, woza nawe (Yiza ke nawe uzosindisa)
Woza nawe (woh)
Sabela (sabela)
Sabela

READ ALSO:  Joyous Celebration – Jesu Akandinakira Ft Eric Moyo

Thixo wami
Wandenzela inceba
Wandipha unyana wakhe wabanguqhirh’
Hey iyoh wabanguqhirh’ apha kum
Uyabizwa ayoh yoh

Wandenzela inceba
Wandipha unyana wakhe wabanguqhirh’
Hey iyoh wabanguqhirh’ apha kum
Sabela, sabela yoh yoh yoh

Sabela uyabizwa (sabela uyabizwa)
Kutheni ungamameli? (kutheni ungamameli?)
Yithikithi lena (yithikithi lena)
Yiza ke nawe uzosindisa (ngithi woza nawe, woza nawe)
Woza nawe (woh)
Sabela (sabela)
Sabela

Ngithi sabela uyabizwa (sabela uyabizwa)
Kutheni ungamameli? (kutheni ungamameli?)
Yithikithi lena (yithikithi lena)
Ngithi woza nawe, woza nawe (Yiza ke nawe uzosindisa)
Woza nawe (woh)
Sabela (sabela)
Sabela

Sabela
Sabela uyabizwa nawe (sabela uyabizwa)
Sabela uyabizwa qwalasela (sikubizel’ elemnqamlezweni)
Sikubizel’ elemnqamlezweni
Sithi woza (sithi woza), woza

Sabela uyabizwa (sabela)
Sabela uyabizwa nawe (sabela uyabizwa)
Sabela uyabizwa (sikubizel’ elemnqamlezweni)
Sikubizel’ elemnqamlezweni yoh yoh yoh
Sithi woza (woza), woza

READ ALSO:  [MP3 DOWNLOAD] Joy - CalledOut Music

Woh, woh, kuthen’ ungamameli iyoh