Kholeka – Ndiyakholwa

Kholeka – Ndiyakholwa

Check out this new soul-lifting track Ndiyakholwa By Kholeka.

African Colossal Gospel music minister Kholeka is finally out with a new Gospel spirit-filled track titled Ndiyakholwa.

Ndiyakholwa By Kholeka is a track that will indeed bless your soul in no small measure,

The track is a blessing to many already!

Download Mp3/Audio Below

Watch Video Below:

Lyrics: Kholeka – Ndiyakholwa

Ndiyakholwa kuThixo uYise onamandla onke
Umdali wezulu nomhlaba
NakuYesu Kristu uNyana wakhe emnye
InKosi yethu
Owakhawula ngoMoya, oyiNgcwele
Wazalwa yintombi uMariya
Weva ubunzima phantsi koPontiyusi Pilati
Wabethelelwa emnqamlezweni
Wafa wangcwatywa
Wehlela eHadesi
Uthe ngomhla wesithathu wabuya wa
Wavuka ekufeni
Wenyuka waya ezulwini
Apho ahleli khona ngasekunene koThixo uYise onamandla onke
Woda avele khona aze kugweba abahleliyo
Nabafileyo
Ndiyakholwa kuMoya oyiNgcwele
NakwiRhament’engcwele ekulo lonke ilizwe
Nabubudlelwane babangcwele
Nakukuxolelwa kwezono
Nakukuvuka komzimba ekufeni
Nabubomi obungunaphakade, Amen
Nakukuvuka
Nakukuvuka komzimba ekufeni
Nabubomi obungunaphakade, Amen
Nakukuvuka
Nakukuvuka komzimba ekufeni
Nabubomi obungunaphakade, Amen
READ ALSO:  [MP3 DOWNLOAD] Omale James – My Refuge