Nomusa Dhlomo – Lizalise Idinga Lakho

Nomusa Dhlomo – Lizalise Idinga Lakho

Download Nomusa Dhlomo Lizalise Idinga Lakho mp3 audio

African Gospel music minstrel Nomusa Dhlomo released a new track along-side its live performance video titled “Lizalise Idinga Lakho”.

Download Mp3/Audio Below

Watch Video Below:

Lyrics: Nomusa Dhlomo – Lizalise Idinga Lakho

Lizalis idinga lakho
Thixo nkosi yenyaniso
Zonki’intlanga, zonki’izizwe
Ma zizuze usindiso
Lizalis idinga lakho
Thixo nkosi yenyaniso
Zonki’intlanga, zonki’izizwe
Ma zizuze usindiso
Amadolo kweli lizwe
Ma kgobe phambi kwakho
Zide zithi zonk’ilwimi
Ziluxel’udumo lwakho
Amadolo kweli lizwe
Ma kgobe phambi kwakho
Zide zithi zonk’ilwimi
Ziluxel’udumo lwakho
Yalaa, nkosi, singadile
Iimfundiso zezwi lakho
Uze usivuselele
Sive inyaniso yakho
Yalaa, nkosi, singadile
Iimfundiso zezwi lakho
Uze usivuselele
Sive inyaniso yakho
Yalaa, nkosi, singadile
Iimfundiso zezwi lakho
Uze usivuselele
Sive inyaniso yakho
READ ALSO:  DOWNLOAD Nomusa Dhlomo – O Motle ft Vuka Afrika | MP3, Lyrics