Soweto Gospel Choir – Ndikhokhele

Soweto Gospel Choir – Ndikhokhele

Download Soweto Gospel Choir Ndikhokhele mp3 audio

Eminent gospel music singers Soweto Gospel Choir released a new illustrious track titled “Ndikhokhele” along with its video performance.

Download Mp3/Audio Below

Watch Video:

Lyrics: Soweto Gospel Choir – Ndikhokhele

Ndikhokhele, O Yehova!
Ndingumhambi nKosi yam;
Unamandla: andinawo,
Onobuthathaka ndim.
O mSindisi!
NguWe olikhaka lam.

READ ALSO:  [DOWNLOAD] Vulindlela – Kurt Darren & Soweto Gospel Choir

Lowo mthombo wosindiso
Owavulwa ngenxa yam;
Ma uvele umpompze
Uzihlamb’ izoono zam.
O mSindisi!
NguWe oluncedo lwam.

Ndifikile eJordane,
Susa izoyiko zam;
Z’undikhaphe, se ndiwela:
Yiba ungumNcedi wam.
O mSidisi!
NguWe olithemba lam.